Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)


102 by Curious Learning
2022年03月28日 旧バージョン

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)について

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda.Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda.Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni。

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA、AKHUKHO NTENGISO、AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Yonke into ikhululekile kwi-100%、idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning、CET、kunye Apps Factory。

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• 読み書きを支援する文字トレースゲーム

• Imidlalo yokukhumbula yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo、eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• 悪ホーテンゲソ

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala。Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona.Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda.Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana、yenzelwe ukukhuthaza uvelwano、ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana。

シンゴバニ・ナ・ケ・ティナ?

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-ノルウェー外務省、njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria。Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory、CET – The Center for Educational Technology、IRC – The International Rescue Committee。

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo.Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaisaumiliwein-solewizyo 1000 kubungqina kunye nolwazi

-----

Feed The Monsterは、isiXhosaで読書の基礎を子供たちに教えます。モンスターの卵を集めて手紙を与えて、新しい友達に成長させましょう!

モンスターの餌は何ですか?

Feed The Monsterは、実績のある「プレイして学ぶ」テクニックを使用して、子供たちを引き付け、読むことを学ぶのを助けます。子供たちは読書の基礎を学びながら、ペットのモンスターを集めて成長させることを楽しんでいます。

無料ダウンロード、広告なし、アプリ内購入なし!

すべてのコンテンツは100%無料で、識字非営利団体であるCurious LearningとCETによって作成され、BellaVista Schoolの支援により南アフリカにもたらされました。

読書スキルを向上させるゲームの特徴:

• 楽しくて魅力的なフォニックスパズル

• 読み書きを支援する文字トレースゲーム

• 語彙記憶ゲーム

• 挑戦的な「サウンドのみ」レベル

• 保護者の進捗状況レポート

• 個々のユーザーの進行状況のためのマルチユーザーログイン。

• 収集可能、進化可能、楽しいモンスター

• アプリ内購入なし

• 広告なし

• インターネット接続は必要ありません

あなたの子供のために専門家によって開発されました。

このゲームは、識字科学に関する長年の研究と経験に基づいています。音韻認識、文字認識、フォニックス、語彙、サイトワードリーディングなどのリテラシーのための重要なスキルが組み込まれているため、子供たちは読むための強力な基盤を築くことができます。モンスターのコレクションの世話をするというコンセプトに基づいて構築されており、子供たちの共感、忍耐、社会的感情の発達を促進するように設計されています。

ゲームの追加情報

最終のバージョン

102

投稿者

Ãmi Ňã

Android 要件

Android 4.4W+

Available on

もっと見る

APKPure Appを使用する

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)の旧いバージョンをダウンロードすることが可能

ダウンロード

APKPure Appを使用する

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)の旧いバージョンをダウンロードすることが可能

ダウンロード

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)に似たゲーム

Curious Learning からもっと手に入れる

発見