Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

  • 64.8 MB

    اندازه فایل

  • Android 4.4W+

    Android OS

درباره‌ی Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO وام؟

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA ، AKHUKHO NTENGISO ، AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Yonke به iyululekile kwi-100٪، idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning Learning، CET، kunye Factory Apps.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• بازی های ردیابی نامه برای کمک به خواندن و نوشتن Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula Yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo ، eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho nntgiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala، kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki، Ukwazi Iileta، Fonetiki، IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana، yenzelwe ukukhuthaza uvelwano، ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA؟

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu- وزارت امور خارجه نروژ ، njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory، CET - مرکز فناوری آموزشی و IRC - کمیته بین المللی نجات.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning، engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo Bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi، abaphuhlisi، kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza LWE-Tyisa umhlobo وام kwiilwimi ezili-100 ezithintekayo kwihlabathi jikelele.

-----

Feed The Monster اصول خواندن در isiXhosa را به کودکان می آموزد. تخم مرغ های هیولا را جمع آوری کرده و به آنها حروف تغذیه کنید تا بتوانند به دوستان جدیدی تبدیل شوند!

چه کسی از هیولا استفاده می شود؟

Feed The Monster از تکنیک های بازی شده برای بازی کردن برای مشغول کردن بچه ها و کمک به آنها در یادگیری خواندن استفاده می کند. کودکان هنگام یادگیری اصول خواندن ، از جمع آوری و رشد هیولاهای حیوان خانگی لذت می برند.

رایگان برای بارگیری ، بدون تبلیغات ، بدون در برنامه های APP!

کلیه مطالب 100٪ رایگان است ، ایجاد شده توسط سوادآموزی غیرانتفاعی Curious Learning and CET - و از طریق پشتیبانی مدرسه BellaVista به آفریقای جنوبی آورده شده است.

ویژگی های بازی برای ارتقاء مهارت های خواندن:

• پازل سرگرم کننده و جذاب آوایی

• بازی های ردیابی نامه برای کمک به خواندن و نوشتن

• بازی های حافظه واژگان

• سطح "فقط صدا" را به چالش می کشد

• گزارش پیشرفت والدین

• چند کاربر برای پیشرفت کاربر شخصی وارد شوید.

• هیولاهای جمع آوری ، تحول پذیر و سرگرم کننده

• خریدهای داخل برنامه وجود ندارد

• بدون تبلیغات

• بدون اتصال به اینترنت مورد نیاز است

توسط متخصصان برای کودکان خود توسعه یافته است.

این بازی بر اساس سالها تحقیق و تجربه در زمینه علوم سواد است. این مهارت های کلیدی برای سواد را شامل می شود ، از جمله آگاهی واجی ، شناخت نامه ، آوایی ، واژگان و خواندن بینایی ، بنابراین بچه ها می توانند یک پایه قوی برای خواندن ایجاد کنند. ساخته شده در اطراف مفهوم مراقبت از مجموعه هیولا ، به منظور ترغیب همدلی ، پشتکار و رشد اجتماعی - عاطفی برای کودکان طراحی شده است.

نمایش بیشترنمایش کمتر

جدیدترین 102 چه خبر است

Last updated on 03/08/2022
Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

اطلاعات Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) APK

آخرین نسخه
102
دسته بندی
آموزشی
Android OS
Android 4.4W+
اندازه فایل
64.8 MB
توسعه دهنده
Curious Learning
در دسترس در
ایمن و سریع APK دانلود در APKPure
APKPure از تأیید امضای نرم‌افزار برای اطمینان از دانلودهای بدون ویروس APK Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) استفاده می‌کند.

برای دریافت بیشترین پاداش‌ها و تخفیفات بازی، اپلیکیشن APKPure را دانلود کنید.

برای نصب فایل های XAPK/APK در اندروید با یک کلیک!

دانلود APKPure