Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Curious Learning
Aug 3, 2022
  • 64.8 MB

    Rozmiar Pliku

  • Android 4.4W+

    Android OS

O Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Zagraj w ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo  Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• Gry w śledzenie liter pomagające w czytaniu i pisaniu Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula Yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho ntengiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-norweskie Ministerstwo Spraw Zagranicznych , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – Centrum Technologii Edukacyjnych i IRC – Międzynarodowy Komitet Ratunkowy.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilteki ezili-100 wam kwiilteki ezili-100.

-----

Feed The Monster uczy dzieci podstaw czytania w isiXhosa. Zbieraj jaja potworów i karm je literami, aby mogły wyrosnąć na nowych przyjaciół!

CO TO JEST FEED THE MONSTER?

Feed The Monster wykorzystuje sprawdzone techniki „zabawy, aby się uczyć”, aby zaangażować dzieci i pomóc im nauczyć się czytać. Dzieci lubią kolekcjonować i hodować potwory, jednocześnie ucząc się podstaw czytania.

DO POBRANIA ZA DARMO, BEZ REKLAM, BEZ ZAKUPÓW W APLIKACJI!

Cała zawartość jest w 100% darmowa, stworzona przez organizacje non-profit zajmujące się umiejętnościami czytania i pisania Curious Learning i CET – i przeniesiona do Republiki Południowej Afryki dzięki wsparciu BellaVista School.

CECHY GRY WSPIERAJĄCE UMIEJĘTNOŚCI CZYTANIA:

• Zabawne i wciągające łamigłówki fonetyczne

• Gry polegające na śledzeniu liter, które pomagają w czytaniu i pisaniu

• Gry pamięciowe ze słownictwem

• Trudne poziomy „tylko dźwięk”.

• Raport o postępach rodziców

• Logowanie wielu użytkowników dla indywidualnych postępów użytkownika.

• Kolekcjonerskie, ewoluujące i zabawne potwory

• Brak zakupów w aplikacji

• Brak reklam

• Nie wymaga połączenia z Internetem

OPRACOWANA PRZEZ EKSPERTÓW DLA TWOJEGO DZIECKA.

Gra opiera się na latach badań i doświadczeń w nauce umiejętności czytania i pisania. Obejmuje umiejętności kluczowe dla umiejętności czytania i pisania, w tym świadomość fonologiczną, rozpoznawanie liter, wymowę, słownictwo i czytanie wzrokowe, dzięki czemu dzieci mogą rozwinąć solidne podstawy do czytania. Zbudowany wokół koncepcji opieki nad kolekcją potworów, ma na celu zachęcanie dzieci do empatii, wytrwałości i rozwoju społeczno-emocjonalnego.

Pokaż więcejPokaż mniej

What's new in the latest 102

Last updated on Aug 3, 2022
Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

Stare wersje Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Pobierz aplikację APKPure, aby uzyskać więcej nagród i zniżek w grach

Jedno kliknięcie, aby zainstalować pliki XAPK/APK na Androidzie!

Pobierz APKPure