Our website uses necessary cookies to enable basic functions and optional cookies to help us to enhance your user experience. Learn more about our cookie policy by clicking "Learn More".
Accept All Only Necessary Cookies
Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) ícone

102 by Curious Learning


Aug 3, 2022

Sobre este Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukfunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo  Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• Jogos de traçar letras para ajudar na leitura e na escrita Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho ntengiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Ministério das Relações Exteriores da Noruega, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - Centro de Tecnologia Educacional e IRC - Comitê Internacional de Resgate.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilkayomi ezili-1.

-----

Feed The Monster ensina às crianças os fundamentos da leitura em isiXhosa. Colete ovos de monstros e alimente-os com letras para que possam se tornar novos amigos!

O QUE É FEED THE MONSTER?

O Feed The Monster usa técnicas comprovadas de "brincar para aprender" para envolver as crianças e ajudá-las a aprender a ler. As crianças gostam de colecionar e cultivar monstros de estimação enquanto aprendem os fundamentos da leitura.

GRATUITO PARA BAIXAR, SEM ANÚNCIOS, SEM COMPRAS NO APLICATIVO!

Todo o conteúdo é 100% gratuito, criado pelas organizações de alfabetização sem fins lucrativos Curious Learning e CET - e trazido para a África do Sul com o apoio da BellaVista School.

RECURSOS DO JOGO PARA PROMOVER AS HABILIDADES DE LEITURA:

• Quebra-cabeças fonéticos divertidos e envolventes

• Jogos de traçar letras para ajudar na leitura e na escrita

• Jogos de memória de vocabulário

• Níveis desafiadores "somente som"

• Relatório de progresso dos pais

• Login multiusuário para progresso individual do usuário.

• Monstros colecionáveis, evolutivos e divertidos

• Sem compras no aplicativo

• Sem anúncios

• Não é necessária conexão com a internet

DESENVOLVIDO POR ESPECIALISTAS PARA SEU FILHO.

O jogo é baseado em anos de pesquisa e experiência na ciência da alfabetização. Ele incorpora habilidades-chave para a alfabetização, incluindo consciência fonológica, reconhecimento de letras, fonética, vocabulário e leitura de palavras à vista, para que as crianças possam desenvolver uma base sólida para a leitura. Construído em torno do conceito de cuidar de uma coleção de monstros, foi projetado para incentivar a empatia, a perseverança e o desenvolvimento socioemocional das crianças.

Novidades da Última Versão 102

Last updated on Aug 3, 2022

Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

Traduzindo...

Informações Adicionais do Jogo

Última versão

Pedido Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Atualização 102

Enviado por

Ãmi Ňã

Requer Android

Android 4.4W+

Available on

Obter Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) no Google Play

Mostrar mais

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Capturas de tela

Carregando Comentário...
Idiomas
Inscrever-se no APKPure
Seja o primeiro a ter acesso ao lançamento antecipado, notícias e guias dos melhores jogos e aplicativos para Android.
Não, obrigado
Inscrever-se
Inscreva-se com sucesso!
Agora você está inscrito no APKPure.
Inscrever-se no APKPure
Seja o primeiro a ter acesso ao lançamento antecipado, notícias e guias dos melhores jogos e aplicativos para Android.
Não, obrigado
Inscrever-se
Sucesso!
Agora você está inscrito em nossa newsletter.