Our website uses necessary cookies to enable basic functions and optional cookies to help us to enhance your user experience. Learn more about our cookie policy by clicking "Learn More".
Accept All Only Necessary Cookies

عن Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM؟

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwanabanandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana gelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo  Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• ألعاب تتبع الحروف للمساعدة في القراءة والكتابة Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula Yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho ntengiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA؟

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Norwegian وزارة الخارجية، njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory، CET - مركز التكنولوجيا التعليمية، وIRC - لجنة الإنقاذ الدولية.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimi ezithelibathi-100.

-----

تعلم لعبة Feed The Monster الأطفال أساسيات القراءة في isiXhosa. اجمع بيض الوحوش وأطعمهم الحروف حتى يتمكنوا من النمو ليصبحوا أصدقاء جدد!

ما هو إطعام الوحش؟

تستخدم لعبة Feed The Monster تقنيات "اللعب للتعلم" التي أثبتت جدواها لإشراك الأطفال ومساعدتهم على تعلم القراءة. يستمتع الأطفال بجمع وحوش الحيوانات الأليفة وتنميتها أثناء تعلم أساسيات القراءة.

تنزيل مجاني، بدون إعلانات، بدون عمليات شراء داخل التطبيق!

كل المحتوى مجاني 100٪، تم إنشاؤه بواسطة المؤسسات غير الربحية لمحو الأمية Curious Learning و CET - وتم تقديمه إلى جنوب إفريقيا من خلال دعم BellaVista School.

ميزات اللعبة لتعزيز مهارات القراءة:

• ألغاز صوتية ممتعة وجذابة

• ألعاب تتبع الحروف للمساعدة في القراءة والكتابة

• ألعاب ذاكرة المفردات

• مستويات "الصوت فقط" الصعبة

• تقرير تقدم الوالدين

• تسجيل دخول متعدد المستخدمين لتقدم المستخدم الفردي.

• وحوش ممتعة وقابلة للتجميع والتطور

• لا توجد عمليات شراء داخل التطبيق

• بدون إعلانات

• لا حاجة للاتصال بالإنترنت

تم تطويرها من قبل خبراء لطفلك.

تعتمد اللعبة على سنوات من البحث والخبرة في علم القراءة والكتابة. إنه يتضمن المهارات الأساسية لمحو الأمية، بما في ذلك الوعي الصوتي، والتعرف على الحروف، والصوتيات، والمفردات، وقراءة الكلمات البصرية حتى يتمكن الأطفال من تطوير أساس قوي للقراءة. تم تصميمها حول مفهوم رعاية مجموعة من الوحوش، وهي مصممة لتشجيع التعاطف والمثابرة والتنمية الاجتماعية والعاطفية للأطفال.

تحديث لأحدث إصدار 102

Last updated on 03/08/2022

Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

جاري في الترجمة...

معلومات أكثر ل لعبة

احدث اصدار

طلب Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) تحديث 102

محمل

Ãmi Ňã

Android متطلبات النظام

Android 4.4W+

Available on

الحصول على Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) من Google Play

عرض المزيد

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) لقطات الشاشة

تعليق لوادينغ...
اللغات
اشترك في APKPure
كن أول من يحصل على الإصدارات السابقة والأخبار والأدلة لأفضل ألعاب وتطبيقات الأندرويد.
ًلا، شكرا
اشتراك
تم الاشتراك بنجاح!
أنت مشترك الآن في APKPure.
اشترك في APKPure
كن أول من يحصل على الإصدارات السابقة والأخبار والأدلة لأفضل ألعاب وتطبيقات الأندرويد.
ًلا، شكرا
اشتراك
نجاح!
لقد اشتركت في أخبار لدينا الآن لدينا.