Our website uses necessary cookies to enable basic functions and optional cookies to help us to enhance your user experience. Learn more about our cookie policy by clicking "Learn More".
Accept All Only Necessary Cookies
ikon Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

102 by Curious Learning


Aug 3, 2022

Tentang Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula sayang ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Yonke menjadi ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo  Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• Permainan menjiplak huruf untuk membantu membaca dan menulis Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akutengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho ntengiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Kementerian Luar Negeri Norwegia , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – Pusat Teknologi Pendidikan, dan IRC – Komite Penyelamatan Internasional.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimi ezili-100 ezithinte.

-----

Feed The Monster mengajarkan anak-anak dasar-dasar membaca di isiXhosa. Kumpulkan telur monster dan beri mereka huruf agar mereka bisa tumbuh menjadi teman baru!

APA ITU FEED THE MONSTER?

Feed The Monster menggunakan teknik 'bermain untuk belajar' yang telah terbukti untuk melibatkan anak-anak dan membantu mereka belajar membaca. Anak-anak senang mengumpulkan dan memelihara monster peliharaan sambil belajar dasar-dasar membaca.

DOWNLOAD GRATIS, TANPA IKLAN, TANPA PEMBELIAN DALAM APLIKASI!

Semua konten 100% gratis, dibuat oleh lembaga literasi non-profit Curious Learning dan CET – dan dibawa ke Afrika Selatan melalui dukungan BellaVista School.

FITUR GAME UNTUK MENINGKATKAN KETERAMPILAN MEMBACA:

• Teka-teki fonik yang menyenangkan dan menarik

• Permainan menjiplak huruf untuk membantu membaca dan menulis

• Game memori kosakata

• Level "hanya suara" yang menantang

• Laporan kemajuan orang tua

• Login multi-pengguna untuk kemajuan pengguna individu.

• Monster yang bisa dikoleksi, berevolusi, dan menyenangkan

• Tidak ada pembelian dalam aplikasi

• Tanpa iklan

• Tidak perlu koneksi internet

DIKEMBANGKAN OLEH AHLI UNTUK ANAKMU.

Permainan ini didasarkan pada penelitian dan pengalaman bertahun-tahun dalam ilmu literasi. Ini menggabungkan keterampilan utama untuk literasi, termasuk Kesadaran Fonologis, Pengenalan Huruf, Fonik, Kosakata, dan Membaca Kata Penglihatan sehingga anak-anak dapat mengembangkan dasar yang kuat untuk membaca. Dibangun dengan konsep merawat kumpulan monster, game ini dirancang untuk mendorong empati, ketekunan, dan perkembangan sosio-emosional anak-anak.

Apa yang baru dalam versi terbaru 102

Last updated on Aug 3, 2022

Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

Terjemahan Memuat...

Informasi PERMAINAN tambahan

Versi Terbaru

Permintaan Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Update 102

Diunggah oleh

Ãmi Ňã

Perlu Android versi

Android 4.4W+

Available on

Mendapatkan Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) di Google Play

Tampilkan Selengkapnya

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Tangkapan layar

Komentar Loading...
Bahasa
Berlangganan APKPure
Jadilah yang pertama mendapatkan akses ke rilis awal, berita, dan panduan dari game dan aplikasi Android terbaik.
Tidak, terima kasih
Mendaftar
Berlangganan dengan sukses!
Anda sekarang berlangganan APKPure.
Berlangganan APKPure
Jadilah yang pertama mendapatkan akses ke rilis awal, berita, dan panduan dari game dan aplikasi Android terbaik.
Tidak, terima kasih
Mendaftar
Kesuksesan!
Anda sekarang berlangganan buletin kami.