Our website uses necessary cookies to enable basic functions and optional cookies to help us to enhance your user experience. Learn more about our cookie policy by clicking "Learn More".
Accept All Only Necessary Cookies
Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) icono

102 by Curious Learning


03/08/2022

Acerca del Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. ¡Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Yonke en ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo  Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• Juegos de trazado de letras para ayudar a leer y escribir Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho ntengiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Ministerio de Relaciones Exteriores de Noruega, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET: el Centro de Tecnología Educativa e IRC: el Comité Internacional de Rescate.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wamili kwiilthwimi ezili0ezielekele0.

-----

Feed The Monster enseña a los niños los fundamentos de la lectura en isiXhosa. ¡Recoge huevos de monstruos y aliméntalos con letras para que puedan convertirse en nuevos amigos!

¿QUÉ ES FEED THE MONSTER?

Feed The Monster utiliza técnicas comprobadas de "jugar para aprender" para involucrar a los niños y ayudarlos a aprender a leer. Los niños disfrutan coleccionando y cultivando monstruos mascotas mientras aprenden los fundamentos de la lectura.

¡DESCARGA GRATIS, SIN ANUNCIOS, SIN COMPRAS DENTRO DE LA APLICACIÓN!

Todo el contenido es 100% gratuito, creado por las organizaciones sin fines de lucro de alfabetización Curious Learning y CET, y traído a Sudáfrica con el apoyo de BellaVista School.

CARACTERÍSTICAS DEL JUEGO PARA PROMOVER LAS HABILIDADES DE LECTURA:

• Rompecabezas de fonética divertidos y atractivos

• Juegos de trazado de letras para ayudar a leer y escribir

• Juegos de memoria de vocabulario

• Niveles desafiantes de "solo sonido"

• Informe de progreso de los padres

• Inicio de sesión multiusuario para el progreso de cada usuario.

• Monstruos coleccionables, evolutivos y divertidos

• Sin compras en la aplicación

• Sin anuncios

• No se necesita conexión a Internet

DESARROLLADO POR EXPERTOS PARA SU HIJO.

El juego se basa en años de investigación y experiencia en la ciencia de la alfabetización. Incorpora habilidades clave para la alfabetización, que incluyen conciencia fonológica, reconocimiento de letras, fonética, vocabulario y lectura de palabras a la vista para que los niños puedan desarrollar una base sólida para la lectura. Construido en torno al concepto de cuidar una colección de monstruos, está diseñado para fomentar la empatía, la perseverancia y el desarrollo socioemocional de los niños.

Novedades de Última Versión 102

Last updated on 03/08/2022

Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

Traductorio...

Información Adicional de Juego

Última Versión

Solicitar Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Actualización 102

Presentado por

Ãmi Ňã

Requisitos

Android 4.4W+

Available on

Conseguir Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) desde Google Play

Mostrar más

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Capturas de pantalla

Comentario Cargando...
Idiomas
Suscríbete a APKPure
Sé el primero en obtener acceso al lanzamiento anticipado, noticias y guías de los mejores juegos y aplicaciones de Android.
No, gracias
Suscribirme
¡Suscrito con éxito!
Ahora estás suscrito a APKPure.
Suscríbete a APKPure
Sé el primero en obtener acceso al lanzamiento anticipado, noticias y guías de los mejores juegos y aplicaciones de Android.
No, gracias
Suscribirme
¡Éxito!
Ya estás suscrito a nuestro boletín electrónico.